2 Samuweli 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akungena ke kuDavide uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule, kwaoko wawa ngobuso waza waqubuda.+ Wandula ke uDavide wathi: “Mefibhoshete!” yena ke wathi koko: “Nguye lo umkhonzi wakho.”
6 Akungena ke kuDavide uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule, kwaoko wawa ngobuso waza waqubuda.+ Wandula ke uDavide wathi: “Mefibhoshete!” yena ke wathi koko: “Nguye lo umkhonzi wakho.”