2 Samuweli 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Bonke abantu belizwe babelila ngelizwi elikhulu,+ yaye bonke abantu babewela, nokumkani wayemi ngasentlanjeni yeKidron,+ kwaye bonke abantu babewela ngendlela evulekileyo eya entlango.
23 Bonke abantu belizwe babelila ngelizwi elikhulu,+ yaye bonke abantu babewela, nokumkani wayemi ngasentlanjeni yeKidron,+ kwaye bonke abantu babewela ngendlela evulekileyo eya entlango.