1 Samuweli 26:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke uAbhishayi wathi kuDavide: “Namhlanje uThixo ulunikele utshaba lwakho esandleni sakho.+ Ke kaloku, makhe ndimqhame nomhlaba ngomkhonto kube kanye nje, hayi kabini.” Luka 9:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Xa abafundi uYakobi noYohane+ bakubonayo oku bathi: “Nkosi, uyafuna na ukuba sitsho kuhle umlilo+ ezulwini, ubabhubhise?” Roma 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+
8 Ke uAbhishayi wathi kuDavide: “Namhlanje uThixo ulunikele utshaba lwakho esandleni sakho.+ Ke kaloku, makhe ndimqhame nomhlaba ngomkhonto kube kanye nje, hayi kabini.”
54 Xa abafundi uYakobi noYohane+ bakubonayo oku bathi: “Nkosi, uyafuna na ukuba sitsho kuhle umlilo+ ezulwini, ubabhubhise?”
19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+