Duteronomi 25:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 indlela awakuhlangabeza ngayo endleleni waza wabaxabela ngasemva kwakho bonke abo babeshiyekele emva kwakho, ngoxa wawuphelelwe ngamandla kwaye utyhafile; akamoyikanga uThixo.+ 2 Samuweli 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ekugqibeleni ukumkani nabo bonke abantu ababenaye bafika bediniwe. Ngoko bazihlaziya apho.+
18 indlela awakuhlangabeza ngayo endleleni waza wabaxabela ngasemva kwakho bonke abo babeshiyekele emva kwakho, ngoxa wawuphelelwe ngamandla kwaye utyhafile; akamoyikanga uThixo.+