2 Samuweli 16:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Icebo lika-Ahitofele, awayecebisa ngalo ngaloo mihla, lalinjengaxa kanye umntu ebuze ilizwi kuTHIXO wenyaniso. Lalinjalo lonke icebo+ lika-Ahitofele+ kokubini kuDavide nakuAbhisalom.
23 Icebo lika-Ahitofele, awayecebisa ngalo ngaloo mihla, lalinjengaxa kanye umntu ebuze ilizwi kuTHIXO wenyaniso. Lalinjalo lonke icebo+ lika-Ahitofele+ kokubini kuDavide nakuAbhisalom.