IMizekeliso 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Umphefumlo onesisa uya kutyetyiswa,+ yaye oseza abanye ngesisa naye uya kusezwa ngesisa.+ IZenzo 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye abantu abantetho yasemzini basibonisa ubuntu+ obungaqhelekanga, baphemba umlilo baza basamkela sonke kuba imvula yayisina yaye kubanda.+
2 Kwaye abantu abantetho yasemzini basibonisa ubuntu+ obungaqhelekanga, baphemba umlilo baza basamkela sonke kuba imvula yayisina yaye kubanda.+