Numeri 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yini na ke ukuba igama likabawo licinywe phakathi kwentsapho yakhe kuba engenanyana?+ Owu khawusinike ilifa phakathi kwabazalwana bakabawo.”+ 2 Samuweli 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye uAbhisalom wazalelwa oonyana abathathu+ nentombi yanye egama linguTamare. Wayeyinzwakazi.+
4 Yini na ke ukuba igama likabawo licinywe phakathi kwentsapho yakhe kuba engenanyana?+ Owu khawusinike ilifa phakathi kwabazalwana bakabawo.”+