2 Samuweli 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ukumkani wathi kubo: “Nakuphi na okubonakala kulungile emehlweni enu ndiya kukwenza.”+ Waza ukumkani wema ecaleni kwesango,+ yaye bonke abantu bona baphuma bengamakhulu namawaka.+
4 Ngoko ukumkani wathi kubo: “Nakuphi na okubonakala kulungile emehlweni enu ndiya kukwenza.”+ Waza ukumkani wema ecaleni kwesango,+ yaye bonke abantu bona baphuma bengamakhulu namawaka.+