IMizekeliso 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ohamba nezilumko uya kuba sisilumko naye,+ kodwa osebenzisana neziyatha uya kuhlelwa bububi.+ IMizekeliso 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba kwisidenge ubulumko bokwenyaniso buphakame kakhulu;+ esangweni asiyi kuwuvula umlomo waso. Isaya 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kwenza amakhwenkwe abe ziinkosana zabo, negunya elingasikelwe mda liya kulawula phezu kwabo.+
4 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kwenza amakhwenkwe abe ziinkosana zabo, negunya elingasikelwe mda liya kulawula phezu kwabo.+