1 Kumkani 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye wayebathumela eLebhanon ngamaqela eshumi lamawaka ngenyanga. Babeqhubeka beseLebhanon inyanga, iinyanga ezimbini babe sekhaya;+ yaye uAdoniram+ wayephethe abo babhaliselwe+ ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+
14 Kwaye wayebathumela eLebhanon ngamaqela eshumi lamawaka ngenyanga. Babeqhubeka beseLebhanon inyanga, iinyanga ezimbini babe sekhaya;+ yaye uAdoniram+ wayephethe abo babhaliselwe+ ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+