Genesis 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+ Genesis 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+
8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+
19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+