IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ufanele ummisele uAron noonyana bakhe, yaye bamele babunyamekele ububingeleli babo;+ kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo makabulawe.”+

  • 1 Kumkani 13:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Emva kwale nto uYerobhoham akazange ajike kwindlela yakhe embi, kodwa kwakhona wahamba esenza ababingeleli beendawo eziphakamileyo kubantu ngokubanzi.+ Nabani na oyoliswayo koko, wayemmisela+ esithi: “Makabe ngomnye wababingeleli beendawo eziphakamileyo.”

  • 2 Kronike 11:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba abaLevi bashiya amadlelo+ abo nelifa+ labo baza beza kwaYuda naseYerusalem,+ ngenxa yokuba uYerobhoham+ noonyana bakhe babayekisa+ ekusebenzeni njengababingeleli kuYehova.

  • 2 Kronike 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Anibagxothanga na ababingeleli bakaYehova,+ oonyana baka-Aron, nabaLevi, nina aniqhubekanga nizenzela ababingeleli njengezizwana zeli lizwe?+ Enoba ngubani na ozayo azimisele ngethole lenkomo eliyinkunzi neenkunzi zeegusha ezisixhenxe, ube ngumbingeleli kwabangengothixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share