2 Kumkani 23:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko wathi: “Mayiphumle.+ Makungabikho nabani na ophazamisa amathambo ayo.” Ngenxa yoko bawayeka amathambo ayo kunye namathambo omprofeti+ owayevela eSamariya. Hebhere 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokholo uYosefu, esondela kwisiphelo sakhe, wakhankanya imfuduko+ yoonyana bakaSirayeli; yaye wanikela umyalelo ngokuphathelele amathambo akhe.+
18 Ngoko wathi: “Mayiphumle.+ Makungabikho nabani na ophazamisa amathambo ayo.” Ngenxa yoko bawayeka amathambo ayo kunye namathambo omprofeti+ owayevela eSamariya.
22 Ngokholo uYosefu, esondela kwisiphelo sakhe, wakhankanya imfuduko+ yoonyana bakaSirayeli; yaye wanikela umyalelo ngokuphathelele amathambo akhe.+