Hezekile 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa ke, ukuba uthe wamlumkisa ongendawo+ aze yena okunene angabuyi kubungendawo bakhe nasendleleni yakhe engendawo, uya kufa ngesiphoso sakhe;+ kodwa wena, uya kube uwuhlangule umphefumlo wakho.+
19 Kodwa ke, ukuba uthe wamlumkisa ongendawo+ aze yena okunene angabuyi kubungendawo bakhe nasendleleni yakhe engendawo, uya kufa ngesiphoso sakhe;+ kodwa wena, uya kube uwuhlangule umphefumlo wakho.+