2 Kumkani 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukumkani wathi kuHazayeli:+ “Thabatha isipho+ ngesandla sakho uze uye kumhlangabeza umntu kaTHIXO oyinyaniso, uze ubuze+ kuYehova ngaye, uthi, ‘Ngaba ndiya kuphila na kwesi sifo?’”
8 Ukumkani wathi kuHazayeli:+ “Thabatha isipho+ ngesandla sakho uze uye kumhlangabeza umntu kaTHIXO oyinyaniso, uze ubuze+ kuYehova ngaye, uthi, ‘Ngaba ndiya kuphila na kwesi sifo?’”