3 Ngoko uAbhiya walwa imfazwe nomkhosi wamajoni angamakhulu amane amawaka amadoda emfazwe anamandla,+ amadoda anyuliweyo. UYerobhoham yena wakha uluhlu lwedabi nxamnye naye namadoda angamakhulu asibhozo amawaka anyuliweyo, angamakroti, amadoda anamandla.+