INdumiso 78:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 Kodwa wanyula isizwe sakwaYuda,+INtaba yeZiyon, awayithandayo.+ INdumiso 132:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba uYehova unyule iZiyon;+Uyilangazelele ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala:+