Levitikus 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu. 2 Kumkani 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova,+ kuphela nje wayengenzi njengoyise+ okanye njengonina, kuba wayishenxisa intsika engcwele+ kaBhahali eyayenziwe nguyise.+
26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.
2 Waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova,+ kuphela nje wayengenzi njengoyise+ okanye njengonina, kuba wayishenxisa intsika engcwele+ kaBhahali eyayenziwe nguyise.+