2 Kronike 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko uKumkani uRehobhoham wenza amakhaka obhedu esikhundleni sawo, waza wawanikela ukuba alawulwe ziintloko zeembaleki,+ abalindi+ bomnyango wendlu kakumkani.+
10 Ngenxa yoko uKumkani uRehobhoham wenza amakhaka obhedu esikhundleni sawo, waza wawanikela ukuba alawulwe ziintloko zeembaleki,+ abalindi+ bomnyango wendlu kakumkani.+