1 Kumkani 15:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaye kwabakho imfazwe phakathi kuka-Asa noBhahasha ukumkani wakwaSirayeli yonke imihla yabo.+ 1 Kumkani 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yabona ndiyamtshayela uBhahasha nendlu yakhe, yaye ngokuqinisekileyo indlu yakhe ndiya kuyenza ibe njengendlu kaYerobhoham unyana kaNebhati.+ 1 Kumkani 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngaloo ndlela uZimri wabhubhisa indlu kaBhahasha iphela,+ ngokwelizwi likaYehova+ awalithethayo nxamnye noBhahasha ngoYehu umprofeti,+ 2 Kronike 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Kukho umnqophiso phakathi kwam nawe naphakathi kukabawo noyihlo. Yabona ndikuthumelela isilivere negolide. Hamba, uze waphule umnqophiso wakho noBhahasha+ ukumkani wakwaSirayeli, ukuze emke kum.”+
3 yabona ndiyamtshayela uBhahasha nendlu yakhe, yaye ngokuqinisekileyo indlu yakhe ndiya kuyenza ibe njengendlu kaYerobhoham unyana kaNebhati.+
12 Ngaloo ndlela uZimri wabhubhisa indlu kaBhahasha iphela,+ ngokwelizwi likaYehova+ awalithethayo nxamnye noBhahasha ngoYehu umprofeti,+
3 “Kukho umnqophiso phakathi kwam nawe naphakathi kukabawo noyihlo. Yabona ndikuthumelela isilivere negolide. Hamba, uze waphule umnqophiso wakho noBhahasha+ ukumkani wakwaSirayeli, ukuze emke kum.”+