2 Samuweli 20:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wadlula ke uShebha kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli waya eAbheli yaseBhete-mahaka.+ Ke bona bonke abakwaBhikeri, bahlanganisana ndawonye baza nabo bangena emva kwakhe.
14 Wadlula ke uShebha kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli waya eAbheli yaseBhete-mahaka.+ Ke bona bonke abakwaBhikeri, bahlanganisana ndawonye baza nabo bangena emva kwakhe.