2 Kronike 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye uAsa ngonyaka wamashumi amathathu anethoba wokulawula kwakhe waba nesifo ezinyaweni zakhe waza wagula kakhulu;+ kwanasekuguleni kwakhe akamfunanga uYehova+ wafuna abaphilisi.+ INtshumayeli 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku, khumbula uMdali wakho Ozukileyo+ ngemihla yobufana bakho,+ ngaphambi kokuba ifike imihla yentlekele,+ okanye ifike iminyaka oya kuthi ngayo: “Ayindiyolisi”;+
12 Yaye uAsa ngonyaka wamashumi amathathu anethoba wokulawula kwakhe waba nesifo ezinyaweni zakhe waza wagula kakhulu;+ kwanasekuguleni kwakhe akamfunanga uYehova+ wafuna abaphilisi.+
12 Ke kaloku, khumbula uMdali wakho Ozukileyo+ ngemihla yobufana bakho,+ ngaphambi kokuba ifike imihla yentlekele,+ okanye ifike iminyaka oya kuthi ngayo: “Ayindiyolisi”;+