IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 14:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Phakathi kwezithixo ezililize+ bakho na abanganisa imvula, okanye namazulu ngokwawo angawunisa na umvumbi?+ Asinguwe na, Yehova Thixo wethu?+ Sithembe wena, kuba nguwe ozenzileyo zonke ezi zinto.+

  • Luka 4:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngokomzekelo, ndinixelela inyaniso, Kwakukho abahlolokazi abaninzi kwaSirayeli ngemihla kaEliya, xa izulu lavalekayo iminyaka emithathu neenyanga ezintandathu, kwaza kwabakho indlala enkulu kulo lonke ilizwe,+

  • Yakobi 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 UEliya wayengumntu oneemvakalelo ezinjengezethu,+ ukanti wathandazela ukuba kungani mvula;+ yaye akuzange kune emhlabeni iminyaka emithathu neenyanga ezintandathu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share