INdumiso 31:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Uya kubafihla endaweni efihlakeleyo yakho siqu+Kumayelenqe abantu.+Uya kubafihla emnqubeni wakho kwiilwimi zabaxabanayo.+ INdumiso 83:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngobuqhokolo bagqugula ngabantu bakho;+Yaye babenzela amayelenqe abafihliweyo bakho.+
20 Uya kubafihla endaweni efihlakeleyo yakho siqu+Kumayelenqe abantu.+Uya kubafihla emnqubeni wakho kwiilwimi zabaxabanayo.+