1 Kumkani 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waza uAhabhi wahlabela mgama wathi kuObhadiya: “Yiya elizweni kuyo yonke imithombo yamanzi nakuzo zonke iintlambo. Mhlawumbi singafumana ingca eluhlaza,+ ukuze siwagcine ephila amahashe neemeyile ukuze kungaphindi kunqunyulwe izilo ezingakumbi.”+ Yobhi 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Abantakwethu baqhubene ngobuqhophololo,+ njengomsinga wasebusika,Njengomjelo wemisinga yasebusika eqhubeka idlula.
5 Waza uAhabhi wahlabela mgama wathi kuObhadiya: “Yiya elizweni kuyo yonke imithombo yamanzi nakuzo zonke iintlambo. Mhlawumbi singafumana ingca eluhlaza,+ ukuze siwagcine ephila amahashe neemeyile ukuze kungaphindi kunqunyulwe izilo ezingakumbi.”+
15 Abantakwethu baqhubene ngobuqhophololo,+ njengomsinga wasebusika,Njengomjelo wemisinga yasebusika eqhubeka idlula.