Genesis 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uAbraham wakhawuleza waya ententeni kuSara waza wathi: “Khawulezisa! Thabatha imilinganiselo yeeseha ezintathu zomgubo ocolekileyo, uxovule intlama, wenze amaqebengwana abusazinge.”+
6 Ngoko uAbraham wakhawuleza waya ententeni kuSara waza wathi: “Khawulezisa! Thabatha imilinganiselo yeeseha ezintathu zomgubo ocolekileyo, uxovule intlama, wenze amaqebengwana abusazinge.”+