IZenzo 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bengenako nokuzingqina+ kuwe izinto abandimangalela ngazo kanye ngoku. 2 Petros 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 noko ke, ngokukodwa abo balandela inyama ngomnqweno wokuyenza inqambi,+ bebujongela phantsi ubukhosi.+ Banobuganga bokwenza unothanda, yaye ababangcangcazeleli abo bazukileyo kodwa bayabatshabhisa,+ Yuda 8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwangokunjalo ke, ngohlobo olufanayo, naba bantu, abazifica emaphupheni,+ bayenza inqambi inyama yaye bagatya ubukhosi+ bekwatshabhisa abo bazukileyo.+
10 noko ke, ngokukodwa abo balandela inyama ngomnqweno wokuyenza inqambi,+ bebujongela phantsi ubukhosi.+ Banobuganga bokwenza unothanda, yaye ababangcangcazeleli abo bazukileyo kodwa bayabatshabhisa,+
8 Kwangokunjalo ke, ngohlobo olufanayo, naba bantu, abazifica emaphupheni,+ bayenza inqambi inyama yaye bagatya ubukhosi+ bekwatshabhisa abo bazukileyo.+