IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 28:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kwaye, khangela! nanko uYehova emi ngentla kwayo, waza wathi:+

      “NdinguYehova uThixo ka-Abraham uyihlo noThixo kaIsake.+ Ilizwe elo ulele kulo, ndiya kulinika wena nembewu yakho.+

  • Genesis 31:53
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 53 Uthixo ka-Abraham+ nothixo kaNahore,+ uthixo wooyise, makagwebe phakathi kwethu.” Kodwa uYakobi wafunga ngoMnkwantyisi kayise uIsake.+

  • Genesis 32:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Emva koko uYakobi wathi: “Owu Thixo kabawo uAbraham noThixo kabawo uIsake,+ Owu Yehova, wena othe kum, ‘Buyela ezweni lakowenu nakwizalamane zakho yaye ndiya kuqhubana kakuhle nawe,’+

  • Genesis 46:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waza wahlabela mgama wathi: “NdinguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO kayihlo.+ Musa ukoyika ukuhla uye eYiputa, kuba ndiya kukwenza uhlanga olukhulu khona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share