Numeri 16:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi uMoses: “Niya kwazi ngale nto ukuba nguYehova ondithumileyo ukwenza zonke ezi zenzo,+ aziphumi entliziyweni yam:+ 2 Samuweli 7:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngenxa yelizwi lakho+ nangokuvumelana nentliziyo yakho+ uzenzile zonke ezi zinto zinkulu ukuze uzazise umkhonzi wakho.+ Yohane 11:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Enyanisweni, bendisazi ukuba usoloko undiva; kodwa ngenxa yesi sihlwele+ simi sixhontelene ndithethile, ukuze sikholwe ukuba ndithunywe nguwe.”+
28 Wathi uMoses: “Niya kwazi ngale nto ukuba nguYehova ondithumileyo ukwenza zonke ezi zenzo,+ aziphumi entliziyweni yam:+
21 Ngenxa yelizwi lakho+ nangokuvumelana nentliziyo yakho+ uzenzile zonke ezi zinto zinkulu ukuze uzazise umkhonzi wakho.+
42 Enyanisweni, bendisazi ukuba usoloko undiva; kodwa ngenxa yesi sihlwele+ simi sixhontelene ndithethile, ukuze sikholwe ukuba ndithunywe nguwe.”+