IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 89:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 UThixo makoyikwe phakathi kweqela lamakholwane abangcwele;+

      Uzukile yaye uyoyikeka kubo bonke abo bamjikelezileyo.+

  • Hebhere 12:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngoko ke, ekubeni siza kwamkela ubukumkani obungenakugungqiswa,+ masiqhubeke sinobubele obungasifanelanga, esinokuthi ngabo ngokwamkelekileyo sinikele inkonzo engcwele kuThixo sinoloyiko lobuthixo nentlonelo.+

  • Yakobi 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 UEliya wayengumntu oneemvakalelo ezinjengezethu,+ ukanti wathandazela ukuba kungani mvula;+ yaye akuzange kune emhlabeni iminyaka emithathu neenyanga ezintandathu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share