1 Kumkani 18:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Wandula ke uEliya wathi kubo: “Babambeni abaprofeti bakaBhahali! Ningavumeli namnye kubo abaleke!” Kwaoko bababamba, waza uEliya wabazisa entlanjeni yaseKishon,+ wababulalela apho ngogonyamelo.+
40 Wandula ke uEliya wathi kubo: “Babambeni abaprofeti bakaBhahali! Ningavumeli namnye kubo abaleke!” Kwaoko bababamba, waza uEliya wabazisa entlanjeni yaseKishon,+ wababulalela apho ngogonyamelo.+