IZenzo 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku kwathi kwakuba semini, amaYuda ayila iyelenqe+ aza azibopha ngesiqalekiso,+ esithi akayi kudla, akayi kusela ade ambulale uPawulos.+
12 Ke kaloku kwathi kwakuba semini, amaYuda ayila iyelenqe+ aza azibopha ngesiqalekiso,+ esithi akayi kudla, akayi kusela ade ambulale uPawulos.+