IMizekeliso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Musa ukuqhayisa ngemini elandelayo,+ kuba akukwazi okuya kuzalwa yiloo mini.+ INtshumayeli 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kulunge ngakumbi ukuphela kombandela kunokuqalwa kwawo.+ Ulunge ngakumbi onomonde kunalowo unomoya onekratshi.+ INtshumayeli 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akukho bani ukwaziyo oko kuya kubakho,+ ngenxa yokuba ngubani na onokuyixela indlela okuya kubakho ngayo?
8 Kulunge ngakumbi ukuphela kombandela kunokuqalwa kwawo.+ Ulunge ngakumbi onomonde kunalowo unomoya onekratshi.+
7 Akukho bani ukwaziyo oko kuya kubakho,+ ngenxa yokuba ngubani na onokuyixela indlela okuya kubakho ngayo?