Duteronomi 32:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ukuba nje bendingoyikiseli ukuqunjiswa lutshaba,+Hleze iintshaba zabo zingaqondi,+Zithi: “Isandla sethu songamile,+Akwenziwanga nguYehova oku konke.”+ INdumiso 58:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Olilungisa uya kuba nemihlali ngenxa yokuba uyibonile impindezelo.+Amanyathelo akhe uya kuwahlamba egazini longendawo.+ Hezekile 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndenjenjalo ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga ababephakathi kwazo,+ ngenxa yokuba ndandizazisile kubo phambi kwamehlo azo ngokubakhupha kwilizwe laseYiputa.+ Hezekile 36:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+
27 Ukuba nje bendingoyikiseli ukuqunjiswa lutshaba,+Hleze iintshaba zabo zingaqondi,+Zithi: “Isandla sethu songamile,+Akwenziwanga nguYehova oku konke.”+
10 Olilungisa uya kuba nemihlali ngenxa yokuba uyibonile impindezelo.+Amanyathelo akhe uya kuwahlamba egazini longendawo.+
9 Ndenjenjalo ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga ababephakathi kwazo,+ ngenxa yokuba ndandizazisile kubo phambi kwamehlo azo ngokubakhupha kwilizwe laseYiputa.+
22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+