Yona 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Mabazigqume ngamarhonya, umntu nesilwanyana sasekhaya; yaye mabamemeze kuThixo ngamandla baze babuye,+ ngamnye kwindlela yakhe embi nakugonyamelo olwalusezandleni zakhe.
8 Mabazigqume ngamarhonya, umntu nesilwanyana sasekhaya; yaye mabamemeze kuThixo ngamandla baze babuye,+ ngamnye kwindlela yakhe embi nakugonyamelo olwalusezandleni zakhe.