2 Samuweli 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda. 1 Kronike 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bathandathu awabazalelwa eHebron; waza waqhubeka elawula apho iminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu anesithandathu eYerusalem.+
5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda.
4 Bathandathu awabazalelwa eHebron; waza waqhubeka elawula apho iminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu anesithandathu eYerusalem.+