2 Samuweli 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uYehova wathumela uNatan+ kuDavide. Wafika ke yena kuye+ waza wathi kuye: “Kwakukho amadoda amabini awayekwisixeko esinye, enye isisityebi yaye enye iswele. 2 Samuweli 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye umfazi lowo waseTekowa wangena kukumkani wawa ngobuso bakhe emhlabeni,+ waqubuda waza wathi: “Sindisa,+ kumkani!”
12 Waza uYehova wathumela uNatan+ kuDavide. Wafika ke yena kuye+ waza wathi kuye: “Kwakukho amadoda amabini awayekwisixeko esinye, enye isisityebi yaye enye iswele.
4 Kwaye umfazi lowo waseTekowa wangena kukumkani wawa ngobuso bakhe emhlabeni,+ waqubuda waza wathi: “Sindisa,+ kumkani!”