Genesis 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+ Levitikus 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba umphefumlo wenyama usegazini,+ yaye mna ndaninika lona esibingelelweni ukuze kucanyagushelwe+ imiphefumlo yenu, kuba igazi eli+ licamagusha+ ngomphefumlo okulo.
7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+
11 Kuba umphefumlo wenyama usegazini,+ yaye mna ndaninika lona esibingelelweni ukuze kucanyagushelwe+ imiphefumlo yenu, kuba igazi eli+ licamagusha+ ngomphefumlo okulo.