1 Kumkani 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye kwathi kamsinya nje akuba ngukumkani, wayixabela yonke indlu kaYerobhoham. Akazange ashiye nabani na ephefumla kwaYerobhoham de wababhubhisa, ngokwelizwi likaYehova awalithethayo ngomkhonzi wakhe uAhiya umShilo,+
29 Yaye kwathi kamsinya nje akuba ngukumkani, wayixabela yonke indlu kaYerobhoham. Akazange ashiye nabani na ephefumla kwaYerobhoham de wababhubhisa, ngokwelizwi likaYehova awalithethayo ngomkhonzi wakhe uAhiya umShilo,+