1 Kumkani 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yabona ndiyamtshayela uBhahasha nendlu yakhe, yaye ngokuqinisekileyo indlu yakhe ndiya kuyenza ibe njengendlu kaYerobhoham unyana kaNebhati.+ 1 Kumkani 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye kwathi ekuqaliseni kwakhe ukulawula, kamsinya nje akuhlala phantsi etroneni yakhe, wayixabela yonke indlu kaBhahasha. Akazange ashiye namnye kwabakhe ochamela eludongeni+ okanye abaphindezeli bakhe begazi+ okanye abahlobo bakhe.
3 yabona ndiyamtshayela uBhahasha nendlu yakhe, yaye ngokuqinisekileyo indlu yakhe ndiya kuyenza ibe njengendlu kaYerobhoham unyana kaNebhati.+
11 Yaye kwathi ekuqaliseni kwakhe ukulawula, kamsinya nje akuhlala phantsi etroneni yakhe, wayixabela yonke indlu kaBhahasha. Akazange ashiye namnye kwabakhe ochamela eludongeni+ okanye abaphindezeli bakhe begazi+ okanye abahlobo bakhe.