2 Kumkani 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UIzebhele uya kudliwa+ zizinja kwisiqwenga somhlaba esiseYizereli, yaye akuyi kubakho bani umngcwabayo.’” Emva koko wavula umnyango waza wasaba.+ 2 Kumkani 9:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Xa bahambayo besiya kumgcwaba, abazange bafumane nantoni na yakhe ngaphandle kokakayi neenyawo neentende zezandla zakhe.+ INdumiso 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+
10 UIzebhele uya kudliwa+ zizinja kwisiqwenga somhlaba esiseYizereli, yaye akuyi kubakho bani umngcwabayo.’” Emva koko wavula umnyango waza wasaba.+
35 Xa bahambayo besiya kumgcwaba, abazange bafumane nantoni na yakhe ngaphandle kokakayi neenyawo neentende zezandla zakhe.+
16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+