1 Kumkani 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku thumela, ndiqokelelele wonke uSirayeli ndawonye kwiNtaba yeKarmele+ kunye nabaprofeti bakaBhahali+ abangamakhulu amane anamashumi amahlanu nabaprofeti besibonda esingcwele+ abangamakhulu amane, abadla etafileni kaIzebhele.”+ Mateyu 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bayekeni benjalo. Bangabakhokeli abaziimfama. Ukuba ke, imfama ikhokela enye imfama, zombini ziya kweyela emhadini.”+
19 Ke kaloku thumela, ndiqokelelele wonke uSirayeli ndawonye kwiNtaba yeKarmele+ kunye nabaprofeti bakaBhahali+ abangamakhulu amane anamashumi amahlanu nabaprofeti besibonda esingcwele+ abangamakhulu amane, abadla etafileni kaIzebhele.”+
14 Bayekeni benjalo. Bangabakhokeli abaziimfama. Ukuba ke, imfama ikhokela enye imfama, zombini ziya kweyela emhadini.”+