IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 6:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 makuziswe isivatho sasebukhosini+ esambathwa ngukumkani ngokwakhe nehashe akhwela+ kulo ukumkani nesigqubuthelo sentloko sasebukhosini sibekwe phezu kwentloko yalo.

  • Mateyu 11:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Naphuma, ngoko, nisiya kubona ntoni na? Umntu owambethe izambatho ezimfumamfuma? Kaloku, abo banxiba izambatho ezimfumamfuma bakwizindlu zookumkani.+

  • IZenzo 12:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kodwa ngemini emisiweyo uHerode wazambesa ngesambatho sasebukhosini, wahlala phantsi kwisihlalo sokugweba waza wanikela intetho yesidlangalala.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share