IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 18:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko wathi: “Ngokuqinisekileyo ndibona onke amaSirayeli echithachithwe ezintabeni, njengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye uYehova wahlabela mgama wathi: ‘Aba abanazo iinkosi.+ Mababuyele ngoxolo ngamnye endlwini yakhe.’”+

  • Hezekile 33:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa ukuba uthe okunene wamlumkisa ongendawo endleleni yakhe ukuze abuye kuyo, waza okunene akabuya endleleni yakhe, uya kufa yena ngesiphoso sakhe,+ kodwa wena ngokuqinisekileyo uya kube uwuhlangule owakho umphefumlo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share