2 Kronike 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yena wathi, ‘Ndiya kuya ndize ngokuqinisekileyo ndibe ngumoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke abaprofeti bakhe.’+ Ngoko wathi, ‘Uya kumqhatha, kwaye, ngaphezu koko, uya kuphumelela.+ Phuma uze wenze ngaloo ndlela.’+
21 Yena wathi, ‘Ndiya kuya ndize ngokuqinisekileyo ndibe ngumoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke abaprofeti bakhe.’+ Ngoko wathi, ‘Uya kumqhatha, kwaye, ngaphezu koko, uya kuphumelela.+ Phuma uze wenze ngaloo ndlela.’+