37 Noko ke, uEliyezere unyana kaDodavahu waseMaresha wathetha ngokuprofeta nxamnye noYehoshafati, esithi: “Ngokuzimanya kwakho noAhaziya,+ ngokuqinisekileyo uYehova uya kuyidiliza imisebenzi yakho.”+ Ngako oko iinqanawa zaphuka,+ azibanga namandla akuya eTarshishe.+