2 Samuweli 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+ 2 Samuweli 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uYehova wathumela uNatan+ kuDavide. Wafika ke yena kuye+ waza wathi kuye: “Kwakukho amadoda amabini awayekwisixeko esinye, enye isisityebi yaye enye iswele.
2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+
12 Waza uYehova wathumela uNatan+ kuDavide. Wafika ke yena kuye+ waza wathi kuye: “Kwakukho amadoda amabini awayekwisixeko esinye, enye isisityebi yaye enye iswele.