2 Kronike 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku uSolomon wenza iminikelo apho phambi kukaYehova phezu kwesibingelelo sobhedu sentente yokuhlangana, wanikela iwaka leminikelo etshiswayo phezu kwaso.+
6 Ke kaloku uSolomon wenza iminikelo apho phambi kukaYehova phezu kwesibingelelo sobhedu sentente yokuhlangana, wanikela iwaka leminikelo etshiswayo phezu kwaso.+