Mateyu 12:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ukumkanikazi wasemzantsi+ uya kuvuswa ngomgwebo nesi sizukulwana yaye uya kusigwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba esiza kuva ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koSolomon kulapha.+
42 Ukumkanikazi wasemzantsi+ uya kuvuswa ngomgwebo nesi sizukulwana yaye uya kusigwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba esiza kuva ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koSolomon kulapha.+