1 Kumkani 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uSolomon, waba ngumlawuli wabo bonke ubukumkani ukususela eMlanjeni+ ukusa kwilizwe lamaFilisti nakumda waseYiputa. Babesizisa izipho kwaye bekhonza uSolomon yonke imihla yobomi bakhe.+ IMizekeliso 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Imihla emide isesandleni sabo sasekunene;+ esandleni sabo sasekhohlo bubutyebi nozuko.+ INtshumayeli 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bulungile ubulumko kunye nelifa yaye buyingenelo kwabo babona ilanga.+
21 Ke yena uSolomon, waba ngumlawuli wabo bonke ubukumkani ukususela eMlanjeni+ ukusa kwilizwe lamaFilisti nakumda waseYiputa. Babesizisa izipho kwaye bekhonza uSolomon yonke imihla yobomi bakhe.+